Umdyarho wamahashe kuQumbu
Abaqhubi bamahashe kuQumbu eMpuma Koloni bamemelele ukuba umsithi wamahashe obanjwa minyaka le kwilali iBajodini uhlale usisithethe. Yiminyaka elikhulu abantu bebuthelana kwilali iBajodini qho ngosuku lwe Boxing Day ukubukela umboniso wamahashe Ngaphambili lomsitho wawusenzelwa ukubhiyozela intonjane kodwa ngoku owona mtsalane ngawo ngumdyarho wamahashe oqhutuywa isintu. For more news, visit sabcnews.com and also #SABCNews #Iindaba #EasternCape on Social Media.

▶︎
Iindaba zesiXhosa @19H00 | 27 June 2026

▶︎
Iindaba zesiXhosa @19H00 | 16 June 2026

▶︎
Immigration: 24 Hours Left For Nigerians, Ghanaians, Malawians & Others To Leave South Africa

▶︎
Iindaba zesiXhosa @13H00 | 18 June 2026

▶︎
Justice Dintwe, claims the Board placed the man on his plot.

▶︎
Iindaba zesiXhosa @13H00 | 25 June 2026

▶︎
NEF New Heights Epi6 Qumbu shop

▶︎
IEC officials locked out at Qumbu's Elaleni village

▶︎
BcmTv : 2023 Berlin November - Other Races part 2

▶︎
TRADITIONAL RACING QUMBU

▶︎
Iindaba zesiXhosa @13H00 | 23 June 2026

▶︎
Iindaba zesiXhosa @19H00 | 25 June 2026

▶︎
Iindaba zesiXhosa @19H00 | 20 June 2026

▶︎
Iindaba zesiXhosa @19H00 | 23 June 2026

▶︎
Iindaba zesiXhosa @19H00 l 14 February 2026

▶︎
Initiation Season | Homecoming ceremony of twenty five initiates in Qumbu, Eastern Cape

▶︎
Iindaba zesiXhosa @19H00 | 13 June 2026

▶︎
SABC Lehae | Soweto Theatre ibuyile nomdlalo weqonga iSarafina

▶︎
WATCH LIVE: Kuda Tagwirei Poisoning Update

▶︎
