Apostle Tetese with Bishop SW Ngcezula: UThixo uyakwazi ukuba usazobuya kwaye ukukhathalele

Host: Bishop SW Ngcezula Guest: Apostle Tetese Topic: UThixo uyeka lo amthandayo kuba uyamazi usazobuya nawe kule ngxaki kuyo uThixo uyakwazi awulilo iqanda uyibhola uzokoyisa uphumelele.