Dinileminyanya - Usiba Oluyinkonde 🔥🔥❤️🤞🏿
🔥🎙️ NEW SINGLE RELEASE 🎙️🔥 "USIBA OLUYINKONDE" – Out Now! Poet: Dinileminyanya Prod: Layn Leesto Beat: Lwayla Beats Bantwanabahle😅❤️, today I offer you a powerful and FREE piece from my sacred pen — Usiba Oluyinkonde. This track is not part of the album, but it holds ancient fire 🪶🔥 — it speaks of how old, wise, and untouchable my ink truly is. --- They hated me for the truth. Even those who once spoke the same tongue of resistance with me — turned when I refused to worship their blindness. They expected obedience, not truth. Some even tried dark magic... But ndisahleli, still standing, still spitting fire — because I am guided, not governed by fear. --- 💿 My Journey So Far: Izityhilelo: Chapter 1 – Unqulo is available for R450 via WhatsApp or email. The next chapter “Amafa” will be available soon for R500. My first offering IMBADU EP is still available for R150. 📲 For purchases, reach out via WhatsApp: 060 241 0171 🪶 Vele Umbek'inkosi indawo akayihlali, futhi ke nenkosi le akusinguye umntu ogabulela abantu ukhula kodwa ngabantu abagabulela inkosi ukhula .. Inkosi iphethwe ayiziphethanga , futhi ke iqhelekile into yokuba esinye iiKumkani nenkosi zivukelwe ngamalunda xa zibona inkosi ethile enamandla phakathi kwazo . Ezinye zide zenze amayelekenqe wokuyidiliza kodwa inkosi yokuzalwa inamandla angaphezu kokuqonda🔥. Ngoku ezinye iiKumkani sezigoloza , kodwa xa kuvume indalo neMiMoya yayo. Abanye bangathula BAFE👏🏿😌. Olusiba luyinkonde Bafana bam , yiyo lonto kungasoze kubelula ukukhuphisana nalo. Nam buqu luyandimangaza izinto elizityekezayo. Lalike landibika ubuThixo andaphika. Xa kuvume imimoya , abantu bangambomba babhubhe. Let the ancient pen speak. Let the winds of truth blow. And let those who cannot handle it — choke in silence. #UsibaOluyinkonde #Dinileminyanya #TruthInk #Izityhilelo 🔥💥📜

Ziyiqhelile Idyokhwe ft Isiswenye Sesihobe

ULOYIKO EXTREME - S02E02 I THERE'S NO GOD I EVERYONE IS A WITCH I DINILEMINYANYA I OKUHLE NTLOYIYA

Bhodl'intswembenxa_Izihlwele Ziyaphila

Dinileminyanya poetry that will leave you speechless, unendlebe nje unetyala

Inzima-Wayaphi laMzi Wawulapha?

Iintsika Ntloko (MetaPillar)

Fire In The Bottle: Dinileminyanya live at Impiliso Poetry Night Show by Ngqonyela Iciko Lesihobe

Pzho TKG Tshomi feat Nomakrestu x Nontsikelelo Maboza x Emmanuel Ntsamba

Igedzemane (feat. Jay Spitter, Teezo, Senior General & Lady NK)

Nilibele (Unofficial Version)

Gqobhoz'imbawula - Ixhoba yincwadi 1

Thethani - Dinileminyanya

Dinileminyanya - Kwenzekantoni Bantwana Bam 2

Hatric -INKUNZI KA BHEJANE (feat.Dinileminya) shot & dir. by @VIZUALKARTEL & Ym films

Andikublame

Kwenzekantoni Bantwana Bam 2

Camagu - DRIEMANSKAP

Nkqo! YiGwadana Le

Delilah

