Hymn 314♡ Yilwani imfazawe! Idabi lokholo. Xhobani zonk' izixhobo Zomkhosi kaThixo! ³⁰/⁰³/²⁰¹³ ♥ ♥

Yilwani imfazawe! 1.Idabi lokholo. Xhobani zonk' izixhobo Zomkhosi kaThixo! 2.Binqan' inyaniso, Thiyan' ubuxoki ; Nobumene-mene bonke, Mabuchaswe nini. 3.Nxibani niphela Ingcina-sifuba, Esinqhin' ubulungisa, Kubo bonk' abantu. 4.Xhobani ukholo, Ma lube likhaka. Lokuvika zonk' iintolo, Zokhohlakeleyo. 5.Thwalani umnqwazi Walo uSindiso ; Niphath' ikrele lo Moya IZwi lika Thixo. 6.Naazo izixhobo, Makroti akwaThixo ; Thandazani ningaphezi, Hlalani kuMoya. 7.Lowo woyisayo, Ndomhlalisa nami, Njengoko naM ndooyisayo, Ndahlala noBawo.

Hymn 314♡ Yilwani imfazawe! Idabi lokholo. Xhobani zonk' izixhobo Zomkhosi kaThixo! ⚛♥♥  ⁰¹/⁰⁴/²⁰¹⁰
▶︎

REV DUMISANI Sermon  - Ematyaleni
▶︎

REV DUMISANI Sermon - Ematyaleni

COGHDWG Consultation 2023 - Yilwani imfazwe

Frederik & Mary of Denmark's Wedding - Arrival at the Church

Ukuba Bendizakushumayela | Bawo baxolele kuba abayazi into abayenzayo | #Passover2024 #Easter

Hymn 127 ♡ 𝗜𝗠𝗙𝗔𝗭𝗪𝗘! 𝗜𝗺𝗳𝗮𝘇𝘄𝗲! 𝗶𝗹𝗶𝘇𝘄𝗲 𝗹𝗶𝗳𝗶𝗹𝗲! 𝗛𝗹𝗮𝗯𝗮𝗻𝗶 𝘂𝗺𝗸𝗵𝗼𝘀𝗶 𝗼𝗺𝗸𝗵𝘂𝗹𝘂 ; ³¹/¹⁰/²⁰²¹

BODYBUILDERS Laughed at Him Again… Until Anatoly Was ATTACKED 😱💪🧹 | Gym Prank GONE Wild

Ulihlathi lethu Thixo.
▶︎

Ulihlathi lethu Thixo.

Gxothi Ngcinga
▶︎

Gxothi Ngcinga

Hym 314 Yilwani imfazwe idabi lokholo - Bodweni circuit (Clarkburry District)

FBCWM Candle Light Service 2022 - Wazidala iinto zonke

FBC YMG Mini Convention 2024 - Yilwani imfazwe

CoGH District Choir-Siyakudmisa Thixo
▶︎

CoGH District Choir-Siyakudmisa Thixo

Yilwan' Imfazwe
▶︎

Yilwan' Imfazwe

Bawo Baxolele by the late Rev L.Tongo ✝️

AOG Choir- Full video of Nazo izixhobo||Lowo Woyisayo 🔥🔥🔥🥹

ILITANI by Rev.M Ntshwanti ᴸⁱᵗᵘʳᵍʸ ᵃⁿᵈ ᴾʳᵃʸᵉʳˢ ⁻ ᴸᵒʳᵈ'ˢ ˢᵘᵖᵖᵉʳ & ᴴʸᵐⁿᵃˡ ʷⁱᵗʰ ᵗʷᵒ "ᴼʳᵈᵉʳˢ ᵒᶠ ᵂᵒʳˢʰⁱᵖ"

Thixo akunangqaleko....by Siyabonga Mthethwa

Nzulu Yemfihlakalo - DBN712
▶︎

Nzulu Yemfihlakalo - DBN712

Hymn 127 ♡ 𝗜𝗠𝗙𝗔𝗭𝗪𝗘! 𝗜𝗺𝗳𝗮𝘇𝘄𝗲! 𝗶𝗹𝗶𝘇𝘄𝗲 𝗹𝗶𝗳𝗶𝗹𝗲! 𝗛𝗹𝗮𝗯𝗮𝗻𝗶 𝘂𝗺𝗸𝗵𝗼𝘀𝗶 𝗼𝗺𝗸𝗵𝘂𝗹𝘂 ; ²³/⁰⁵/²⁰²¹