andilalanga by bavumele hlulani
kwidolophu yakutsolo enkalweni kwesika nombewu kumzi Wakwatogu nalapho sasiyolahla intsimbi siyokuchitha amayeza wegqirha elingasekhoyo nela welela kwelemimoya klk umntu oligqirha xa Athe walandulela Eli limagada ahlabayo wawelela ngaphaya izixhobo zakhe ziyamlandela ngokusesikweni masthead camagu kulendawo azigcinwa intsimbi zegqirha lawuba lingasekho. ngoba ukuzigcina kwakho kuwutsho umzi ubeyinto de kuthiwe kunoba uymtyiwa lichanti bebhubha abantu beseh lelwa zingozi bephelelwa yimisebenzi futhi kuphele imvisiswano phakathi kwenu nilikhaya kanti nanku umntu omhlophe elila enikhalala nguye lona ungathi sisidungamzi intsimbi zakhe zange niyokumnika ngokwesiko nangokwendlela yobume bakhe camagwini nganike niyeke ukusola amagqwirha nganike nizijonge Nina nilungise iziphoso zenu nizokuyibona indle camagu camagwini

MATHAMBO - ULUGXA LIKA MATHAMBO

BRASS BAND MUSIC AT KATLEHONG PART 2 MARCH 2017

Gatyeni: Awunanqondo

ziyabulalana by bavumele hlulani

Sihlalutya amaphupha | Bavumele Hlulani

Umntu Akalahlwa

BAVUMELE HLULANI INTWENDALA

ጽንብል መበል 35 ዓመት መዓልቲ ናጽነት ኤርትራ ኣብ ጁባ ( part 2 )

AMAWELE OOFAKU - INTLOMBE YOLUGXA

MATHAMBO - BAWO SILUNGISE

Sound of Africa Series 61: South Africa (Xhosa/Ngqika, Xhosa/Gaika, Xhosa/Mpondo)

amabhunga by bavumele hlulani

Itlombe kamolhikazi mamngcina

Izono zakujikeleza

Sigulel'abalele

AMAWELE OOFAKU - AMANDLA NGAWAKHO

BAVUMELE HLULANI 2016 abantwana bezinyanya DVD

Amagqirha esiXhosa: Umlambo uzele- zowela kanjani umkhomazi

