SOWETO TV NEWS | AMAPOLISA ASE-RHAWUTINI ALUNGISELELE UQHANKQALAZO WAMA-30 JUNE

Amapolisa aseRhawutini abhengeze ukuba akulungele ukuqwalasela ukuthotyelwa komthetho ngethuba loqhankqalazo lesizwe elindeleke ngomhla wamashumi amathathu kulenyanga, malunga nomba wokufudukela eMzantsi Afrika kwabantu bakumanye amazwe ngokungekho mthethweni. Ethetha kwindibano nonoondaba e-Eldorado Park kusasa, uMkomishinala wamapolisa aseRhawutini uLieutenant General Tommy Mthombeni uthi onke amanyathelo afunekayo amiliselwe ukuqinisekisa ukuba uqhankqalazo kunye nemiboniso iqhutywa ngoxolo nangokomthetho. UMthombeni uthi abomthetho basazimisele ukukhusela ilungelo lomgaqo-siseko lokuqhankqalaza, kodwa ulumkisile ngokuphatha izixhobo, ukugrogrisa kunye nokuphula umthetho.

HOLY SMOKES! MK Party’s Hon. Shongwe Throws Julius Malema Under the Bus at Madlanga Commission
▶︎

Anti-Immigrant Protest in Durban | Jacinta Zuma & Leaders Address Supporters in South Africa | AM1E

THE HOUSEMAIDS AUDITION | MR MACARONI | MUMMY WA | PRETTY PLAY | TRINITY UGONABO | SOPHIE

Worst Plane Landing Fails Caught on Camera

Iindaba zesiXhosa @13H00 | uMafani uvakalise izimvo zakho ngomdlalo weBafana wangalentsasa | 30 June

How I Was Deported From The US
▶︎

How I Was Deported From The US

Vigilante deadline drives migrant exodus from South Africa | DW News

South Africa EXPLODES As Migrant Deadline Sparks Massive Durban Chaos | DWS News | AC1F

30 JUNE IS HERE! POLICE & SANDF DEPLOYS AS NATIONWIDE MARCHES BEGIN l June 30, 2026

SOWETO TV NEWS | UYAKHULA UMFUTHO WEMIBHIKISHO ELWA NABOKUFIKA KULELI NGAPHAMBI KOMHLAKA-30 KUJUNI

SOWETO TV NEWS | AMAPHOYISA ASE-GAUTENG ATHI AMI NGOMUMO NGOSUKU LWAKUSASA

June 30 | PROVJOINTS briefs the media
▶︎

June 30 | PROVJOINTS briefs the media

THE UNBEARABLE PRESSURE | Zimbabweans React to 30 June: They Never Thought It Would End Like This

Paul O’Sullivan Drops Bombshell About Malema and Khan At Madlanga Commission

MKP Vusi Shongwe testify about Julius Malema protecting General Khan [Madlanga Commission]

Police investigate Maj-Gen Khan's shooting

PLO Lumumba BLASTS South Africa:  "This Is Not Xenophobia, It's Afrophobia"

Laughter in Court as Rastafari Diviner Explains Why Cannabis Is Sacred

Boran Stud Breeding in Laikipia at Sosian ranch & Wildlife conservancy

The Temptation - A True Test!
▶︎

The Temptation - A True Test!