Hymn 303♡ ⁽ᴾʳᵉˢᵇʸᵗᵉʳⁱᵃⁿ ᴴʸᵐⁿ⁾𝑬𝒏𝒚𝒉𝒘𝒆𝒃𝒆𝒏𝒊 𝒌𝒘𝒂𝒌𝒂𝒎𝒔𝒊𝒏𝒚𝒂 𝑺𝒐𝒉𝒍𝒂𝒏𝒈𝒂𝒏𝒂 𝒌𝒘𝒆𝒍𝒐 𝒍𝒊𝒉𝒍𝒆 [ᴬʳᵗʰᵘʳ ᵂᵉˡˡⁱⁿᵍᵗᵒⁿ ᶜʰᵒⁱʳ]
Kukho izwe lihle kunemini Ngal'ukholo silibona kude Silindelwe khona Nguy'uBawo Usilungisele izihlalo 𝗖𝗵𝗼𝗿𝘂𝘀: "𝑬𝒏𝒚𝒉𝒘𝒆𝒃𝒆𝒏𝒊 𝒌𝒘𝒂𝒌𝒂𝒎𝒔𝒊𝒏𝒚𝒂 𝑺𝒐𝒉𝒍𝒂𝒏𝒈𝒂𝒏𝒂 𝒌𝒘𝒆𝒍𝒐 𝒍𝒊𝒉𝒍𝒆" .........} x2 Sakuvum'iingoma kwelo lihle Namaculw'amnandi ethamsanqa Singabuye sibesemashweni Neenkathazo sahlukane nazo 𝗖𝗵𝗼𝗿𝘂𝘀: "𝑬𝒏𝒚𝒉𝒘𝒆𝒃𝒆𝒏𝒊 𝒌𝒘𝒂𝒌𝒂𝒎𝒔𝒊𝒏𝒚𝒂 𝑺𝒐𝒉𝒍𝒂𝒏𝒈𝒂𝒏𝒂 𝒌𝒘𝒆𝒍𝒐 𝒍𝒊𝒉𝒍𝒆".........} x2 Kuwe Bawo mnini weento zonke Sinikela indumiso zethu Ngezozipho zal' uthando Lwakho Kwanokungcwaliswa kwethu Nguwe 𝗖𝗵𝗼𝗿𝘂𝘀: "𝑬𝒏𝒚𝒘𝒆𝒃𝒆𝒏𝒊 𝒌𝒘𝒂𝒌𝒂𝒎𝒔𝒊𝒏𝒚𝒂 𝑺𝒐𝒉𝒍𝒂𝒏𝒈𝒂𝒏𝒂 𝒌𝒘𝒆𝒍𝒐 𝒍𝒊𝒉𝒍𝒆".........} x2 Amen. Yizani sidumise kunye : UMYALEZO WOVUYO NEMIBULELO "Andisayi kukushiya!" Utsho owam uThixo. My God is awesome! Mbonge uYehovah mpefumlo wam. Okukudomboza, yimincili nochulumanco ngeemfefe athe uSomandla wazi vuvuzela phezu kwam latsho lazaliseka iphupha lam. Yimbali yokuqala le yokushicilela i DVD yamazwi asixhenxe ka Yesu emnqamlezweni, apho kushumayela izangxa zaba Thanjiswa beeMVaba ngeeMvaba. "Mkhulu uThixo". Kaloku singama lungu omzimba waKhe nangona sikhonza ngokwahlukeneyo. IMIBULELO Imibulelo engazenzisiyo iya kubeFundisi abazinikezeleyo ngokuthatha inxaxheba kolushicelelo. I Athur Wellington Methodist Church Choir yodumo entyiloza ngamazwi acwengileyo ibhexeshwa ngu Ms Nomkhitha Nxu. -Nangona engekho kodwa usathetha uMsuthukazi, uMaBhayi u Naledi inkosikazi yakowethu. "May her soul rest in peace, and rise in glory" -Usapho lakowethu abantwana noSibali wam u Itumeleng Gush-Langeni. Mnu Siya no wakwakhe u Nana Gama "Ah! Mlangeni" 1.Ms Nosipho Siwisa 2.Mr Sithethi Ngcwangu 3.Ms Nthobi Moahloli Angel e khumbula u Dade wabo "The late Nthekeleng Mafrank Mapetla" May her soul rest in peace. 4.Ms Pumla Nkanunu we "Pen IT" ekhumbula Mama wakhe: "The late Sis' Thotho Thobeka Ntshona, 'May her soul rest in peace, and rise in glory' ". Executive Producer : Monwabisi Nkula Producer : Monwabisi Nkula Choir : Athur Wellington Methodist Church Choir Organist :Jonathan Assempah Email : [email protected] Marketed & Distributed by: Monwabisi Nkula P.O BOX 344 Ridge Terrace 2168 Rooderpoort Recorded, Mixed & Mastered@Jaspa Studios Preachers for the day 1.Bishop Andile Mbete (Methodist) "Via Dolorosa & Summary" 2.Bishop Bethlehem Nopece (Anglican) "Bawo Bawxolele" 3.Rev. Siyabonga Mazaleni (Methodist) "Namhlanje Ndoba nawe" - 2nd Word 4.Rev.Mandla Gamede (Methodist) "Mfazi, nanku uNyana" -3rd word 5.Rev. Cyril Hartland (Congregational) "Thixo Wam, Thixo wam, undishiya ngani na? 4th W 6.Rev. Getrude Komani (AME Church) "Ndinxaniwe" - 5th word 7.Rev. Sox Leleki (Methodist) "Kugqityiwe" -6th word 8.Bishop Mbulelo Ngqono (ETopiya) "Bawo ndiyawunikela ezandleni zakho umphefumlo" 9.Rev.Dr. Simon Gqubule (Methodist) "Closing Prayer/Benediction"

❃ 𝗧𝗲 𝗗𝗲𝘂𝗺 ❃ 𝗦𝗶𝘆𝗮𝗸𝘂𝗱𝘂𝗺𝗶𝘀𝗮 𝗧𝗵𝗶𝘅𝗼 , 𝘀𝗶𝘆𝗮𝗸𝘂𝘃𝘂𝗺𝗮 𝘂𝗸𝘂𝗯𝗮 𝘂𝗻𝗴𝘂 𝗬𝗲𝗵𝗼𝘃𝗮𝗵° ♡

The Richest Family in CAMEROON & The Secrets Behind Their Fortune...

VUT Choir Lunch Hour

Enywebeni - Youth With Mission

CoGH District Choir-Siyakudmisa Thixo

Thixo akunangqaleko....by Siyabonga Mthethwa
![Hymn 199♡[ᵁ ᴷʳⁱˢᵗᵘ ᵉᴺᵍᵒᵐᵉⁿⁱ] 𝗭𝘂𝗸𝗶𝘀𝗮𝗻' 𝘂𝗧𝗵𝗶𝘅𝗼 𝗻𝗴𝗼𝗸𝘄𝗲𝗻𝘇𝗮 𝗸𝘄𝗮𝗞𝗵𝗲 𝗡𝗴𝗼𝗸𝘂𝗯𝗮 𝘂𝘀𝗶𝗻𝗶𝗸' 𝗨 𝗡𝘆𝗮𝗻𝗮 𝘄𝗮𝗞𝗵𝗲,](https://i.ytimg.com/vi/KWkbA2CBFZM/hqdefault.jpg?sqp=-oaymwE9CNACELwBSFryq4qpAy8IARUAAAAAGAElAADIQj0AgKJDeAHwAQH4AdQGgALgA4oCDAgAEAEYfyBMKCYwDw==&rs=AOn4CLDx6tYMpFq3oKFn5wZHYxTWREH40w)
Hymn 199♡[ᵁ ᴷʳⁱˢᵗᵘ ᵉᴺᵍᵒᵐᵉⁿⁱ] 𝗭𝘂𝗸𝗶𝘀𝗮𝗻' 𝘂𝗧𝗵𝗶𝘅𝗼 𝗻𝗴𝗼𝗸𝘄𝗲𝗻𝘇𝗮 𝗸𝘄𝗮𝗞𝗵𝗲 𝗡𝗴𝗼𝗸𝘂𝗯𝗮 𝘂𝘀𝗶𝗻𝗶𝗸' 𝗨 𝗡𝘆𝗮𝗻𝗮 𝘄𝗮𝗞𝗵𝗲,

Nalane ea Basotho🇱🇸🇱🇸🇱🇸

Indumiso Ye Tende - Enywebeni Kwakamsinya

The Shocking Fate of SAMORA MACHEL'S CHILDREN After the Death of their Father

UMCOSA NO.100-Ngeloxa lokushiywa ngaabo bangasekhoyo

Lukhulu usindiso LweNkosi yamazulu..Methodist Church!!

Kukho Izw'elihle Kunemini

Noya na? Noya na? Phezulu (HD Quality) | 30th YMG Triennial/ Inkanyamba/ Setsokotsane

NCF FINALS 2011
![𝗕𝗮𝘄𝗼 𝘄𝗲𝘁𝗵𝘂 𝗼𝘀𝗲𝗭𝘂𝗹𝘄𝗶𝗻𝗶! Ma liphathwe ngobungcwele i Gama laKho. [ᴬʳᵗʰᵘʳ ᵂᵉˡˡⁱⁿᵍᵗᵒⁿ ᴹᵉᵗʰᵒᵈⁱˢᵗ ᶜʰᵒⁱʳ]](https://i.ytimg.com/vi/0mPck6cs_1E/hqdefault.jpg?sqp=-oaymwE9CNACELwBSFryq4qpAy8IARUAAAAAGAElAADIQj0AgKJDeAHwAQH4Af4EgALoAooCDAgAEAEYfyAeKDkwDw==&rs=AOn4CLADCTSi9RDi7aQD0nRGopcr6a-Xsw)
𝗕𝗮𝘄𝗼 𝘄𝗲𝘁𝗵𝘂 𝗼𝘀𝗲𝗭𝘂𝗹𝘄𝗶𝗻𝗶! Ma liphathwe ngobungcwele i Gama laKho. [ᴬʳᵗʰᵘʳ ᵂᵉˡˡⁱⁿᵍᵗᵒⁿ ᴹᵉᵗʰᵒᵈⁱˢᵗ ᶜʰᵒⁱʳ]

7 Sayings of the Cross, full divine Service featuring Sweet Voices Choir, MCSA

Sidumisa Wena Nkulunkulu || Te deum (APB 47) Parish of Umlazi
![Hymn 99 ♡ 𝗡𝗮𝗮𝗻𝘁𝘀𝗶 𝗻𝗞𝗼𝘀𝗶 𝗹𝗲 𝗻𝘁𝗹𝗮𝗻𝗴𝗮𝗻𝗼, 𝗬𝗲𝗹𝗶 𝗯𝗮𝗻𝗱𝗹𝗮 𝗹𝗮𝗞𝗵𝗼; 𝗬𝗶𝘁𝗵𝗼𝗯𝗲𝗹' 𝘂𝗠𝗼𝘆𝗮 𝘄𝗮𝗞𝗵𝗼, [ᴬʳᵗʰᵘʳ ᵂᵉˡˡⁱⁿᵍᵗᵒⁿ]](https://i.ytimg.com/vi/BRsBizrX1bg/hqdefault.jpg?sqp=-oaymwE9CNACELwBSFryq4qpAy8IARUAAAAAGAElAADIQj0AgKJDeAHwAQH4Af4EgALoAooCDAgAEAEYZSBUKEowDw==&rs=AOn4CLAeCLZwkstRs4gu25KhjYJuFB55CQ)
