Amapolisa aseKZN athi aliqule aligangatha ukulungiselela umngcelele wange 30 kaJune #iindabazethu
Amapolisa kwiphondo laKwaZulu-Natal athi aqule aligangatha ukulungiselela iiMatshi ezizakuqhuba kwiindawo ezahlukeneyo kweliphondo ngomhla wamashumi amathathu kuJune nezichasene nabemi bangaphandle abakweli ngokungekho semthethweni. Umkomishinala wamapolisa obambeleyo kweliphondo unjengele Phumelele Makoba uthi bazakudibana neembila zithutha bonke abo baceba ukwenza ulwaphulo-mthetho ngolusuku. Fumana Iindaba ngolwimi lwesiXhosa kuMzansi Wethu Channel 163 noziphathelwa yiNewzroom Afrika rhoqo ngoLwesibini, NgoLwesine, NgoMgqibelo nangeCawe ngentsimbi yesihlanu emalanga #iindabazethu

▶︎
Iindaba Zethu | 02 July 2026 #iindabazethu

▶︎
Izindaba zesiZulu @19H00 l 01 July 2026

▶︎
Madlanga Grill, Expose and Warn Lawyers for General Khan until they apologise.

▶︎
Kwezanamuhla: UNdabandaba uthi akabizanga mashi ngo-30 June, wabeka umnqamula juqu

▶︎
PHAKEL'UMTHAKATHI: "THEY WANTED TO KILL ME BEFORE THE MARCH!"

▶︎
Iindaba Zethu | 30 June 2026 #iindabazethu

▶︎
Madlanga LOSES TEMPER & Schools Khan's Lawyer!

▶︎
Iindaba Zethu | 23 June 2026 #iindabazethu

▶︎
"Soon u won't be a president's Son.." Akena Obote wonders why a 27th in hierarchy control everything

▶︎
BREAKING: PHAKEL'UMTHAKATHI CALLS FOR A NEW SOUTH AFRICAN CHARTER

▶︎
“You’ll Never Be Like Us.” Until 500KG Happened 🔥

▶︎
Shot, No Bullet Holes and a Mystery Note | Feroz Khan and the Madlanga Commission

▶︎
LEAKED PHONE CALL! Matemadanda Attacking Mnangagwa

▶︎
Ghanaian raised in South Africa left homeless in anti migrant violence

▶︎
Anchor Media የጄነራል አለምሸት ደግፌ ንግግር በወታደራዊ ባለሙያው ሲተነተን

▶︎
የዓለም እሸት ዓለም ፤ "ከደርግ እንብሳለን"|ETHIO FORUM

▶︎
Motho Waka - Episode 456 | Wife From Lesotho Has TLOF TLOF With Other Men!

▶︎
30 JUNE PROTESTS: NATJOINTS SAYS POLICE ARE FULLY PREPARED

▶︎
Iyaqhuba imingcelel'ememelela ukugoduswa kwabemi bangaphandle #iindabazethu

▶︎
