Hymn 296โก ๐จ๐๐ถ๐ป๐ฑ๐น๐ฒ๐น๐ฎ ๐๐ฒ๐ป๐๐ฎ๐ป๐ถ๐๐ผ ๐ก๐๐ฎ๐ป๐ฎ ๐น๐ผ ๐ธ๐ฎ ๐ง๐ต๐ถ๐ ๐ผ ๐๐ฎ๐บ, ๐ก๐ฑ๐ถ๐บ๐ถ ๐ป๐ด๐ฎ๐๐ฒ ๐ผ๐ป๐ธ'๐ฎ๐บ๐ฎ๐ ๐ฎ ยฒยน/ยนยน/ยฒโฐยฒยน
1.Uyindlela yenyaniso Nyana lo ka Thixo wam, Ndimi ngawe onk'amaxa Wena unobomi bam. 2.Uthi ngobubele bakho "Sondelani nonke kum, Ndonivis'olwamu xolo Ndonivis'ufefe lwam" 3." Khawulezani nabu bomi Eniya kubudla ngam, Nasi sonka esezulu Sondelani nitye nam" 4."Ndisisonka sokuphila Ndingamanzi abubom, Ningasela nitye nonke Nize ezulwini kum" 5.Nkosi ndomeleze mina Ndize ndidlubomi bam, Ndibe nokukudumisa Ngayo intliziyo yam. Amen.

โถ๏ธ
Hymn 296 โก ๐จ๐๐ถ๐ป๐ฑ๐น๐ฒ๐น๐ฎ ๐๐ฒ๐ป๐๐ฎ๐ป๐ถ๐๐ผ ๐ก๐๐ฎ๐ป๐ฎ ๐น๐ผ ๐ธ๐ฎ ๐ง๐ต๐ถ๐ ๐ผ ๐๐ฎ๐บ, ๐ก๐ฑ๐ถ๐บ๐ถ ๐ป๐ด๐ฎ๐๐ฒ ๐ผ๐ป๐ธ'๐ฎ๐บ๐ฎ๐ ๐ฎ ยนโด/โฐโด/ยฒโฐยฒยฒ

โถ๏ธ
Cape Of Good Hope Wesley Guild Hymn 225

โถ๏ธ
Thixo akunangqaleko....by Siyabonga Mthethwa

โถ๏ธ
How a Billionaire Found True Love in the Arms of a Roadside Food Vendor #tales #folktales

โถ๏ธ
UJehova Wemikhosi!

โถ๏ธ
Uyindlela Yenyaniso

โถ๏ธ
Why My husband had a spiritual wife|The man turned into a snake & what followed will shock you

โถ๏ธ
Singabazalwane Singabazalwane ~ 315 Xhosa ~ Central District YMG Convention 2024

โถ๏ธ
The Breath of Sacred Africa ๐ฟ Powerful African Choir Experience | Ubuntu Rising Song

โถ๏ธ
COGHDWG Consultation 2021 - Nzulu yemfihlakalo

โถ๏ธ
๐ก๐ด๐ฒ๐ด๐ฎ๐๐ถ ๐น๐ฒ ๐ ๐๐ฎ๐ป๐ฎ ๐๐ถ๐๐ฎ๐๐ถ๐ป๐ฑ๐ถ๐๐๐ฎ! & Hymn 289 โฝโฑฝแตสณหขแตหข ยฒโปโตโพ Thixo! ova izikhungo, Obaxhas' abantu baKho ;

โถ๏ธ
FBCWG Consultation 2023 - Uyindlela yenyaniso

โถ๏ธ
COGHDWG Opening 2018-uyindlela yenyaniso

โถ๏ธ
Apostle Mtshweni - Amandla kaSamson Abuya

โถ๏ธ
Hayi umntu endinguye - Central Methodist Mission 901 -Good Friday Service 2025 Passover

โถ๏ธ
Diocese of Mthatha

โถ๏ธ
COGHDYWM Convention 2023 - Hosana enyangweni

โถ๏ธ
Hymn 298โก ๐๐๐น๐ฎ๐ฝ๐ต๐ฎ ๐ป๐๐ผ๐๐ถ ๐ป๐ฑ๐ถ๐ธ๐๐ฏ๐ผ๐ป๐ฎ๐๐ผ ๐ป๐ฑ๐ฎ๐ธ๐๐ด๐๐พ'๐ฒ๐๐ถ๐๐ต๐ฒ๐ฏ๐ฒ๐ป๐ถ ๐๐ฎ๐๐ต๐ผ ; ๐ก๐ฑ๐ฎ๐ธ๐๐ฏ๐ฎ๐บ๐ฏ๐ฒ๐น๐ฒ๐น๐ฎ ๐ธ๐๐ช๐ฒ ๐ฌ๐ฒ๐๐โฅ!

โถ๏ธ
ELIZABETH MOKORO AMUA KUSEMA UKWELI NOMINAL SDA NA KUWAAMBIA WATOKE GC ISHAPOTOKA

โถ๏ธ
