UBIZELO / UPELO - ISIQENDU 01 [ ISIXHOSA | SPELLING | EDUCATION ]

Kwekhu! Wamnkelekile Kwikhasi Lethu. Sicela Uthande Kwaye Uzibophelele (Like & Subscribe) Ukuze Usincedise Sikhulise Ikhasi Lethu. Nanga Amagama Alishumi, Khawukhe Uzivavanye Ubone Ukuba Ume Phi Ngokubhalwa Kolwimi LwesiXhosa. Kungawe Ke!